Imihobe nemibongo
1 Offer from: R 115.00
Brand: UnbrandedModel: PLID35079554
Last Updated: 2020-06-06
Availability: Out Of Stock
Availability: Out Of Stock
"Incwadi yengqokelela yemihobe esizobela ngobomi bomntu kwaXhosa. Le mihobe ithetha ngothando, ubukroti, inyaniso nokufa. Le mihobe inzulu kwaye iyanambitheka ekufundweni. An enjoyable poetry collection that explores people's lives.hese moving poems encompass topics such as love, honour, Sekulithuba elinobom kufuneka ukuba ibekho incwadana elolu hlobo, yokufundisa izifihlelo kwintsapho efunda kwizikolo zemini. Umhlobo wethu ke, uMongameli wabaHloli beZikolo, wenze imigungqo ephathekayo - yaba ke namhla yiyo le loo ncwadana esisiqalo. Sicela ucoselelo lweetitshala ekuyifundiseni. Siyawabulela amanene athe avuma ukuba imihobe ayenzileyo kunye nemibongo, ifakwe nayo apha; yona ke yobonakala kunye namagama awo. Sithi abenu enkonzweni.