>  Books  >   School  >   School Textbooks & Study Guides  >  Oxford Reading Tree: Level 3: Stories: Nobody Wanted to Play
Oxford Reading Tree: Level 3: Stories: Nobody Wanted to Play


Oxford Reading Tree: Level 3: Stories: Nobody Wanted to Play

1 Offer from:   R 79.00

Brand: Oxford
Model: PLID34556766
Last Updated: 2020-06-06

Product Information

UMguqulwa wenza budenge bokufulathela amawabo, ikhaya, kwakunye nezinyanya ngokutshipha eGoli. Uqhawula lonke unxibelelwano nezizalwana zakhe, kodwa ngelishwa uye afumane ubizo kunyanzeleke ukuba agoduke. Umbhali uvuselela ingqondo zethu ngokubaluleka kwezinyanya kuthi maXhosa njengoko zikukufa nokuphila kuthi. UMguqulwa wenza budenge bokufulathela amawabo, ikhaya, kwakunye nezinyanya ngokutshipha eGoli. Uqhawula lonke unxibelelwano nezizalwana zakhe, kodwa ngelishwa uye afumane ubizo kunyanzeleke ukuba agoduke. Umbhali uvuselela ingqondo zethu ngokubaluleka kwezinyanya kuthi maXhosa njengoko zikukufa nokuphila kuthi. This gripping novel revolving around Mguqulwa, who finds himself in trouble by forgetting about his ancestral rituals whilst living an urban life in Johannesburg.



EAN: 9780198481744
Load Time: 1 seconds