Oxford Reading Tree: Level 5: More Stories A: Underground Adventure
1 Offer from: R 69.00
Brand: OxfordModel: PLID34569010
Last Updated: 2020-06-06
Availability: Out Of Stock
Availability: Out Of Stock
Kweli bali kubonakaliswa ukubaluleka komthetho wase Mzantsi Afrika. Kudala uMzantsi Afrika wawohlulwe wangamazwana amancinane ingakumbi apho kwakufudula kuhlala abantu abamnyama bodwa. Ngokomthetho onke la mazwana ayesiwela phantsi komthetho waseMzantsi Afrika. Kweli bali kubonakaliswa ukubaluleka komthetho wase Mzantsi Afrika. Kudala uMzantsi Afrika wawohlulwe wangamazwana amancinane ingakumbi apho kwakufudula kuhlala abantu abamnyama bodwa. Ngokomthetho onke la mazwana ayesiwela phantsi komthetho waseMzantsi Afrika. Ilizwana elalibizwa iTranskei nalo lalisiwa phantsi kwalo mthetho. ETranskei ke kulapho eli bali laliqhubeka khona. Kuloo ntlaninge yezizwana zelo zwana laseMzantsi Afrika ikwanjalo ukuba mininzi imithethwana namasiko athi alandelwe sisizwana ngasinye. Kodwa liyanquma inqatha kwakugqithelwa kwiinkundla eziphakamileyo; kuba apho umthetho mnye kwaye awukhethi bala lamntu.