Collins KS3 Science: Workbook 2
1 Offer from: R 139.00
Brand: UnbrandedModel: PLID35161939
Last Updated: 2020-05-19
Utyelelo oluya emqolombeni lukaVukile noogxa bakhe uPhaki noNomali ngowona mba uphambili. Bafunda lukhulu apho de banomnqweno wokuba neklasi yezembali ingaske ityelele kuloo mqolomba ugcwele zizinto ezilulutho ngaphakathi. Kwakuloo mqolomba bafumana khona ityesi eyimfihlelo. Utyelelo oluya emqolombeni lukaVukile noogxa bakhe uPhaki noNomali ngowona mba uphambili. Bafunda lukhulu apho de banomnqweno wokuba neklasi yezembali ingaske ityelele kuloo mqolomba ugcwele zizinto ezilulutho ngaphakathi. Kwakuloo mqolomba bafumana khona ityesi eyimfihlelo. Zifundele wonwabe. Iincwadi zakwaHeinemann zokufunda ezithi Ukufunda Kulula, zoLwimi lwasekhaya ziqulethe iidrama, iziyolisi, amabali angobukroti nobuqhawe, amabali adala unxunguphalo, amabali angolunqa, amabali abuntsomirha kunye nalawo ayinyani alungiselelwe umfundi wesiGaba esiPhakathi. Olu luhlu lunamabali angama-20 kwibanga ngalinye, elo nelo bali linikwe umgangatho phakathi kowokuqala ukuya kowesine. Uluhlu lokufunda luka-Ukufunda Kulula lwenza abafundi bakuvuyele ukufunda kwaye bakwazi nokuphucula ukufunda kwabo eklasini.