Diqatjwa tsa basotho
1 Offer from: R 129.00
Brand: UnbrandedModel: PLID35122304
Last Updated: 2020-06-17
Kule ncwadi sibaliselwa ibali elinika umdla apho umbhali asebenzise ubuchule bokubonisa isilwanyana sithetha siphinde senze nemimangaliso. Sibaliselwa ngoKhwanu wayesoloko ezingela nabanye ootata balapha elalini. Umama weli khaya ogama linguKhona uphila ngokucholachola imifuno neziqhamo. Kule ncwadi sibaliselwa ibali elinika umdla apho umbhali asebenzise ubuchule bokubonisa isilwanyana sithetha siphinde senze nemimangaliso. Sibaliselwa ngoKhwanu wayesoloko ezingela nabanye ootata balapha elalini. Umama weli khaya ogama linguKhona uphila ngokucholachola imifuno neziqhamo. Iincwadi zakwaHeinemann zokufunda ezithi Ukufunda Kulula, zoLwimi lwasekhaya ziqulethe iidrama, iziyolisi, amabali angobukroti nobuqhawe, amabali adala unxunguphalo, amabali angolunqa, amabali abuntsomirha kunye nalawo ayinyani alungiselelwe umfundi wesiGaba esiPhakathi. Olu luhlu lunamabali angama-20 kwibanga ngalinye, elo nelo bali linikwe umgangatho phakathi kowokuqala ukuya kowesine. Uluhlu lokufunda luka-Ukufunda Kulula lwenza abafundi bakuvuyele ukufunda kwaye bakwazi nokuphucula ukufunda kwabo eklasini.