>  Books  >   Children & Young Adult  >   Childrens Books  >  Diqi tse tshosang
Diqi tse tshosang


Diqi tse tshosang

1 Offer from:   R 70.00

Brand: Unbranded
Model: PLID36855461
Last Updated: 2020-06-06

1 Offer For Diqi tse tshosang
R ?  
Stock Unknown
Takealot
View Offer >

Product Information

Ibali lingodyakalashe ohlakaniphe kakhulu ohlala kumathafa aseKaroo eNkulu nosapho lwakhe. Ukuhlakanipha oku wakufundela kuyise. Kwakunqabe imvula, ngoko banqule kuKhwa umoya wamanzi ukuba anise imvula kodwa zange ine tu. Kwanqaba amanzi nokutya kuloo mathafa. Ibali lingodyakalashe ohlakaniphe kakhulu ohlala kumathafa aseKaroo eNkulu nosapho lwakhe. Ukuhlakanipha oku wakufundela kuyise. Kwakunqabe imvula, ngoko banqule kuKhwa umoya wamanzi ukuba anise imvula kodwa zange ine tu. Kwanqaba amanzi nokutya kuloo mathafa. UBhube uNgonyama wanesimbo sokutya amaxhoba abanjwe nguKoro nabanye yena angazingeli. Yonke imihla xa bevela kuzingela bagoduka bediniwe kodwa inyamakazi abayibambileyo ityiwe nguNgonyama. Iincwadi zakwaHeinemann zokufunda ezithi Ukufunda Kulula, zoLwimi lwasekhaya ziqulethe iidrama, iziyolisi, amabali angobukroti nobuqhawe, amabali adala unxunguphalo, amabali angolunqa, amabali abuntsomirha kunye nalawo ayinyani alungiselelwe umfundi wesiGaba esiPhakathi. Olu luhlu lunamabali angama-20 kwibanga ngalinye, elo nelo bali linikwe umgangatho phakathi kowokuqala ukuya kowesine. Uluhlu lokufunda luka-Ukufunda Kulula lwenza abafundi bakuvuyele ukufunda kwaye bakwazi nokuphucula ukufunda kwabo eklasini.



EAN: 9780521722667
Load Time: 0 seconds