>  Books  >   Children & Young Adult  >   Childrens Books  >  Discover History: A Pupil-Centred Approach to History Method : Grade 10, Grade 11, Grade 12
Discover History: A Pupil-Centred Approach to History Method : Grade 10, Grade 11, Grade 12


Discover History: A Pupil-Centred Approach to History Method : Grade 10, Grade 11, Grade 12

1 Offer from:   R 179.00

Brand: Unbranded
Model: PLID20754573
Last Updated: 2020-06-17

Product Information

Le ncwadi isifundisa ngokubaluleka kwamalungelo abantwana. Umbhali athi aveze izinto ezithi zikhuphe abantwana ezindlwini baphele sele besezitalatweni, iimeko apho abantwana baphatheka kakubi bade babone kukwabhetele ukuhlala ezitalatweni nokuhlala kumakhaya abo. Le ncwadi isifundisa ngokubaluleka kwamalungelo abantwana. Umbhali athi aveze izinto ezithi zikhuphe abantwana ezindlwini baphele sele besezitalatweni, iimeko apho abantwana baphatheka kakubi bade babone kukwabhetele ukuhlala ezitalatweni nokuhlala kumakhaya abo. Ngamanye amaxesha abantwana bashiywa ngabazali bashiyeke beziinkedama kungekho mntu wokubajonga kwizizalwane. Kwezinye iimeko aba bantwana bathi bahlale bodwa bekhuliswa ngokungathi mdala kunabanye phofu abe naye emncinci ngeminyaka yokuzalwa, esengumntwana kwayena obesafanele ukujongwa. Iincwadi zakwaHeinemann zokufunda ezithi Ukufunda Kulula, zoLwimi lwasekhaya ziqulethe iidrama, iziyolisi, amabali angobukroti nobuqhawe, amabali adala unxunguphalo, amabali angolunqa, amabali abuntsomirha kunye nalawo ayinyani alungiselelwe umfundi wesiGaba esiPhakathi. Olu luhlu lunamabali angama-20 kwibanga ngalinye, elo nelo bali linikwe umgangatho phakathi kowokuqala ukuya kowesine. Uluhlu lokufunda luka-Ukufunda Kulula lwenza abafundi bakuvuyele ukufunda kwaye bakwazi nokuphucula ukufunda kwabo eklasini.



EAN: 9780636012547
Load Time: 0 seconds