>  Books  >   Children & Young Adult  >   Childrens Books  >  Disney Junior Mickey Mouse Clubhouse Sweet Dreams Carousel Library
Disney Junior Mickey Mouse Clubhouse Sweet Dreams Carousel Library


Disney Junior Mickey Mouse Clubhouse Sweet Dreams Carousel Library

1 Offer from:   R 479.00

Brand: Unbranded
Model: PLID39934673

Product Information

LingoMpunga, udyakalashe ohlakaniphileyo Kunene owahlaselwa yiNgonyama ngenxa yokucela inyama yebhadi eyayityiwa yiyo. Inkungu ilala kwiintaba ngeentaba, neNgonyama izifumana icela ukuba kuMpunga, naye uMpunga wayohlwaya kanobom ngobutyhakala obu bayo. LingoMpunga, udyakalashe ohlakaniphileyo Kunene owahlaselwa yiNgonyama ngenxa yokucela inyama yebhadi eyayityiwa yiyo. Inkungu ilala kwiintaba ngeentaba, neNgonyama izifumana icela ukuba kuMpunga, naye uMpunga wayohlwaya kanobom ngobutyhakala obu bayo. Zifundele ukuba saba yintoni isiphelo seNgonyama nobukrelekrele bukaMpunga. Iincwadi zakwaHeinemann zokufunda ezithi Ukufunda Kulula, zoLwimi lwasekhaya ziqulethe iidrama, iziyolisi, amabali angobukroti nobuqhawe, amabali adala unxunguphalo, amabali angolunqa, amabali abuntsomirha kunye nalawo ayinyani alungiselelwe umfundi wesiGaba esiPhakathi. Olu luhlu lunamabali angama-20 kwibanga ngalinye, elo nelo bali linikwe umgangatho phakathi kowokuqala ukuya kowesine. Uluhlu lokufunda luka-Ukufunda Kulula lwenza abafundi bakuvuyele ukufunda kwaye bakwazi nokuphucula ukufunda kwabo eklasini.



EAN: 9781472357205
Load Time: 1 seconds