Collins KS3 Science: Workbook 1
1 Offer from: R 139.00
Brand: UnbrandedModel: PLID35161875
Last Updated: 2020-05-19
Eli bali lingesigcawu esazinyulayo ngokwaso ukuba siza kuba yiKumkani yazo zonke izinambuzane nezilwanyana ezirhubuluzayo. NjengeKumkani, sinyanzelisa ukuba izilwanyana zisakhele ikhusi laso, nazo ziyavuma kanti ziyazi ukuba azizi kuyenza loo nto. Eli bali lingesigcawu esazinyulayo ngokwaso ukuba siza kuba yiKumkani yazo zonke izinambuzane nezilwanyana ezirhubuluzayo. NjengeKumkani, sinyanzelisa ukuba izilwanyana zisakhele ikhusi laso, nazo ziyavuma kanti ziyazi ukuba azizi kuyenza loo nto. Kuna imvula enkulu kunene, inyanga yonke, isigcawu siba lilifa lale mvulakazi singenakhusi lakuzimela elixa ezinye izilwanyana zizifihle kamnandi kumakhusi azo ezizakhele wona. Isigcawu siyacaphuka kakhulu sakhe uphinye phinye waso sibambise izinambuzane ezo, sizitye zonke. Iincwadi zakwaHeinemann zokufunda ezithi Ukufunda Kulula, zoLwimi lwasekhaya ziqulethe iidrama, iziyolisi, amabali angobukroti nobuqhawe, amabali adala unxunguphalo, amabali angolunqa, amabali abuntsomirha kunye nalawo ayinyani alungiselelwe umfundi wesiGaba esiPhakathi. Olu luhlu lunamabali angama-20 kwibanga ngalinye, elo nelo bali linikwe umgangatho phakathi kowokuqala ukuya kowesine. Uluhlu lokufunda luka-Ukufunda Kulula lwenza abafundi bakuvuyele ukufunda kwaye bakwazi nokuphucula ukufunda kwabo eklasini.